Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO Novemba 2014 | Ngaba USathana Ngumntu Wokwenene?

Ukuba uSathana akakho, loo nto ithetha ukuba abo bathi ukho balahlekisiwe. Kwelinye icala ukuba uSathana ukho kodwa akanamdla ebantwini, abo bamoyikayo boyika nje inyoka efileyo. Kodwa ke ukuba uSathana liqothaqikili lomlahlekisi, loo nto ithetha ukuba unobungozi ngaphezu kokuba abantu becinga.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ngaba Nyhani USathana Ukho?

Ngaba uSathana yingcinga nje embi ngaphakathi emntwini, okanye ngumntu womoya?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ngaba USathana Yingcinga Nje Embi?

Iingxelo ezimbini eBhayibhileni ziwuphendula kakuhle lo mbuzo.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ngaba Sifanele Simoyike USathana?

Kukho iindlela ezine uThixo anokukukhusela ngazo kuSathana.

UKUNCOKOLA NOMMELWANE

Baqalisa Nini Ukulawula UBukumkani BukaThixo? (Inxalenye Yesi-2)

Isiprofeto seBhayibhile nephupha elisuka kuThixo elaphutshwa ngukumkani waseBhabhiloni lisisa ngqo kunyaka okwenzeka ngawo oku.

XELISA UKHOLO LWABO

“Ndingathini Ukwenza Obu Bubi Bukhulu Kangaka?”

UYosefu wambhebhetha njani umfazi kaPotifare xa wayefuna ukulala naye?

Iimpendulo Zemibuzo Yebhayibhile

Ukuvusa kukaYesu abantu kusiqinisekisa ntoni ngekamva?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba UThixo Wadala USathana Ukuze Asivavanye?

Impendulo yeBhayibhile iyavakala yaye iyathuthuzela.