I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO AGASTI 2014

Ngaba UThixo Unomdla Kuwe?

Ukuba uThixo uyakhathala, ukubonisa njani oko?

Ngaba UThixo Ukukhathalele?

Ngaba uThixo uSomandla ukukhathalele ngokwenene?

UThixo Uyakulondoloza

Kutheni ebizwa ngokuba ‘nguThixo obonayo’?

UThixo Uyayiqonda Indlela Oyiyo

Xa uThixo ehlola intliziyo yakho ukhangela izinto omhle kuzo ngaphezu kweempazamo onazo.

UThixo Unokukuthuthuzela

Kuthekani xa usiva ngathi iingxaki zakho zincinci kunezo abanye abantu abanazo?

UThixo Uyazisondeza Kuwe

Kuthekani ukuba uyakholelwa kuThixo kodwa uzive ungasondelanga kuye?

Ndandibulwa Ngokwam Ubungendawo Nogonyamelo

UAntoine Touma wayeyincutshe yeKung fu, kodwa watshintshwa ngamazwi akweyoku-1 kuTimoti 4:8.

“Ncedani, Niliphulaphule Eli Phupha”

Iingxaki ezazikho kwintsapho yakuloYosefu zinesifundo esibalulekileyo kwiintsapho zemitshato yesibini namhlanje.

Ngubani Odale UThixo?

Ngaba ukukholelwa ukuba uThixo ebesoloko ekho akucingeki ngokupheleleyo?

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Ngaba ikho into yokuba ezinye iinkonzo zingaphumi kuThixo?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba UThixo Ngusomandla Nje Ongenazimvakalelo?

IBhayibhile ithi uThixo wadala izinto zonke, kodwa ngaba usikhathelele?