I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO JULAYI 2014

Kutheni Izinto Ezibuhlungu Zisehlela Abantu Abalungileyo?

Ngaba UThixo unetyala? Ngaba izinto ozenzayo ngoku zichaza ikamva lakho? Ngaba izinto ezibuhlungu zingaze ziphele?

Zininzi Izinto Ezibuhlungu!

Ukuba kukho uThixo onamandla, kutheni ke engabakhuseli abantu abalungileyo kwizinto ezibuhlungu?

Izinto Ezibuhlungu Zehlela Abantu Abalungileyo—Ngoba?

IBhayibhile ichaza abona nobangela bathathu bokubandezeleka kwabantu.

Oko UThixo Aza Kukwenza Ngobubi

Ngaba uyavumelana nale ngcamango yokuphila kwihlabathi ekungasayi kwenzeka izinto ezimbi ebantwini?

Ndandingahambi Ngaphandle Kompu Wam

UAnnunziato Lugarà wayekwiqela lemigulukudu elalidume ngokuqhekeza kodwa ngeny’ imini waya kwiHolo yoBukumkani ibe batshintsha ubomi bakhe.

Umele Ubaqeqeshe Njani Abantwana Bakho?

IBhayibhile ichaza iindlela eziyi-3 zokuqeqesha ngokuphumelelayo

Ngaba Ubusazi?

Ziziphi iindlela ezazisetyenziswa mandulo ukuze kuthintelwe amanzi angangeni kwiinqanawa? Ziziphi iindlela ezazisetyenziswa ukuze kuqwayitwe iintlanzi mandulo?

Unganako Na Ukumbona UThixo Ongabonakaliyo?

Funda indlela onokuwasebenzisa ngayo ‘amehlo akho entliziyo.’

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Ngaba umthandazo yindlela nje yokucela uncedo?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba Iintlekele Zemvelo Yindlela Asohlwaya Ngayo UThixo?

Khawuve izinto ezintathu eziseBhayibhileni ezenza izohlwayo zikaThixo zahluke kwiintlekele zemvelo.