Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO Aprili 2014 | Ngaba Ufanele Uthandaze?

Ukuba uThixo uyakwazi oko sikufunayo, ngaba ngokwenene simele sithandaze? IBhayibhile iyawuphendula lo mbuzo.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Kutheni Abantu Bethandaza?

Abantu abaninzi abangakholelwayo kuThixo bayathandaza. Ngoba?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ngaba Ufanele Uthandaze?

UThixo unokuyiphendula imithandazo engakhange enze mimangaliso.

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

Ayiphendula NgeBhayibhile Yonke Imibuzo!

UIsolina Lamela wayengunongendi ongumKatolika, waza kamva waba ngumKomanisi, kodwa wayenamathandabuzo. Kamva, wadibana namaNgqina kaYehova, awamnceda ngeBhayibhile ukuba aphucule ubomi bakhe.

Unako Ukumelana Nesilingo!

Iindlela ezintathu ezinokukunceda umelane nesilingo.

Ngaba Ubusazi?

Yintoni eyayisenzeka kwikhoboka eliqhweshileyo kwiRoma yamandulo? Kutheni idayi emfusa yaseTire yayiyeyona dayi ibiza kakhulu ehlabathini?

UThomas Emlyn—Ngaba Wanyelisa Icawa Okanye Wathethelela Inyaniso?

Uphando lwakhe ngeBhayibhile aluzange lucaphukise iCawa yaseIreland kuphela, kodwa lwacaphukisa neNkundla Yamatyala.

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

UYesu uza kuzisa uxolo emhlabeni.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Yintoni Injongo Yobomi?

Ngaba wakha wazibuza, ‘Yintoni injongo yobomi?’ Funda impendulo yalo mbuzo eBhayibhileni yakho.