Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO Matshi 2014 | Oko Akwenzele Kona UThixo

UThixo usinika ubomi kunye nezinto ezibalulekileyo ebomini, kodwa ngaba kuphelele apho?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Oko Akwenzele Kona UThixo

Umgaqo othi “umphefumlo ngomphefumlo” usinceda siqonde isizathu sokuba uThixo “wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo.”

INQAKU ELINGUMXHOLO

Isihlandlo Ongamele Uphoswe Siso

Nceda ube kunye nathi kwiSikhumbuzo sokufa kukaYesu.

IBALI LOBOMI

Ukomelela Ngoxa Ndibuthathaka

Ukholo lwebhinqa elisebenzisa isitulo esinamavili lwalinceda lafumana “amandla angaphaya koko kuqhelekileyo.”

Ukumanyana Kweecawa—Ngaba Yindlela Leyo UThixo Afuna Ngayo?

Kufeze ntoni ukufunwa komanyano lweecawa? Impendulo yeBhayibhile isenokukothusa.

Ukwazisa ILizwi LikaThixo Mandulo ESpeyin

Abantwana besikolo abakhuphela iZibhalo kwizileyiti bafana njani nabantu ababethubelezisa iBhayibhile?

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Kudibana njani ukona komntu wokuqala uAdam nokufa kukaYesu?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ithini IBhayibhile NgeIsta?

Funda ngemvelaphi yezinto ezintlanu ezenziwa ngeholide yeIsta.