Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO Oktobha 2013 | Ithetha Ngantoni IBhayibhile?

IBhayibhile isixelela indlela esabakho ngayo nendlela uThixo alungiselele ngayo ukuhlangula uluntu ngoMesiya.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Kutheni Umele Ube Nomdla EBhayibhileni?

IBhayibhile ithi asiyoncwadi nje ethetha ngoThixo kodwa ivela kuThixo. Yintoni enokukufundisa yona?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Sabakho Njani Apha?

Ngamazwi nje amafutshane, incwadi yokuqala yeBhayibhile, iGenesis, ichaza indlela eyaqala ngayo indalo yonke. Yintoni enye esinokuyifunda kwiGenesis?

INQAKU ELINGUMXHOLO

UThixo Uza Kulukhulula Uluntu

Ungena njani uMesiya kwinto uThixo awayithembisa uAbraham? Funda indlela uThixo aza kulukhulula ngayo uluntu kwizigulo iintlungu nokufa.

INQAKU ELINGUMXHOLO

“Simfumene UMesiya”!

Abantu abaninzi bakholelwa ukuba uYesu nguMesiya othenjisiweyo. Abanye abakukholelwa oko. Khawuzihlolele oko kuthethwa yiBhayibhile.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Iindaba Ezilungileyo Zoluntu Lonke

Isigidimi sikaThixo esiseBhayibhileni nesilungiselelwe uluntu lonke singakunceda njani ngoku nakwikamva?

Ukuqhubeka Nobomi Emva Koqhawulo-mtshato

Uninzi lwabo baqhawule imitshato lufumanise ukuba ubomi buye banzima kakhulu kunokuba belucinga. IBhayibhile ingakunceda kule ngxaki.

SONDELA KUTHIXO

“UYehova Wanixolela Ngesisa”

UThixo ukulungele ukuxolela aboni abaguqukayo. Loo nto imele isenze sibaphathe njani abanye? Kutheni kubalulekile nje ukuxolela?

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

“Abantu Abaninzi Babengafuni Nokundibona”

Funda indlela iBhayibhile eyayinceda ngayo indoda eyayindlongondlongo yaba seluxolweni.

Ifuthe Imibala Enalo Kubomi Bethu

Imibala inento enokuyenza kwiimvakalelo zabantu. Khawufunde ngale mibala mithathu nento enokuyenza kuwe.

Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa

Liyintoni ithemba labafileyo? Ngaba banokuphinda baphile?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engena Kumakhaya Ngamakhaya?

Funda ukuba uYesu wathi mabenze ntoni abalandeli bakhe bokuqala.