I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO MEYI 2013

Ngaba UThixo Ukhohlakele?

Iintlekele zendalo ezenzekayo namhlanje kunye noko iBhayibhile yakuthethayo kubangela ukuba abantu bamthandabuze uThixo. Ngaba ezi zibalaka zibonisa ukuba uThixo ukhohlakele?

Kutheni Abantu Besithi UThixo Ukhohlakele?

Abantu abaninzi bathi uThixo ukhohlakele okanye akanankathalo. Ithini yona iBhayibhile?

Ngaba Iintlekele Zemvelo Zibubungqina Bokuba UThixo Ukhohlakele?

Ekubeni uThixo oyinyaniso engayithandi inkohlakalo, kutheni evumela zithwaxe abantu abangenzanga nto?

Ngaba UThixo Wayekhohlakele Xa Wayegweba Abantu Mandulo?

Ukuze siphendule lo mbuzo, qwalasela le mizekelo mibini yemigwebo kaThixo kuthethwa ngayo eBhayibhileni—uNogumbe womhla kaNowa kunye nokutshatyalaliswa kwamaKanan..

Ngaba Uza Kumthemba UThixo?

Kuba mnandi kakhulu xa umazi uThixo kwaye umthemba njengomhlobo osenyongweni.

“Ndandifuna Ukuba Ngumfundisi”

Kwasebutsheni bakhe, uRoberto Pacheco wayefuna ukuba ngumfundisi wecawa yamaKatolika. Funda ukuba yintoni eyatshintsha elo phupha.

Indlela Yokuphucula Ubuhlobo Nezihlobo Nezalamane Zeqabane Lakho Lesibini

IBhayibhile ingabanceda njani abazali abakumtshato wesibini babenobuhlobo obuhle nezihlobo, izalamane, kunye namaqabane omtshato wangaphambili?

Ngaba Nyhani UYehova Usikhathalele?

Ngaba awukholelwa ukuba uThixo uxabise mntu ngamnye? Amazwi kaYesu akuYohane 6:44 angqina ukuba uThixo ukhathalele ngamnye wethu.

Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa

Ngaba uThixo uyazixolela nezono ezinzulu? Yintoni ekufuneka siyenze ukuze samkeleke kuThixo?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba AmaNgqina KaYehova Acinga Ukuba Ngawo Odwa Aza Kusindiswa?

IBhayibhile iyabachaza abo banethemba lokusindiswa.