I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO JANUWARI 2013

Ngaba Ufanele Usoyike Isiphelo Sehlabathi?

Ngokutsho kweBhayibhile, siyintoni “isiphelo sebhabathi”?

Bafundi Beli Phephancwadi Abathandekayo

Ukususela kule magazini, amanye amanqaku azakufumaneka kuphela kwi-intanethi. Funda ngezizathu ezibangele kwenziwa olu tshintsho.

Isiphelo Sehlabathi—Abanye Bayasoyika, Ukanti Abanye Basijonge Ngamehlo Abomvu

Usenokumangaliswa yeyona nto ithethwa yiBhayibhile ngesiphelo sehlabathi.

‘Uzityhilele Iintsana’

Funda indlela onokuyazi ngayo inyaniso ngoThixo efumaneka eBhayibhileni.

“Ekugqibeleni, Ndide Ndayifumana Eyona Nkululeko.”

Funda indlela iBhayibhile eye yamnceda ngayo omnye umfana wayeka ukutshaya nokusebenzisa kakubi iziyobisi notywala.

“Nangona Wafayo Usathetha”

Funda ngezizathu zokuba sithi uAbheli wayenokholo kuMdali wakhe.

Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa

Ngubani igama likaThixo kwaye kutheni kubalulekile ukuba silisebenzise?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Lumkela Ukuba Nomona!

Funda into eyenziwa nguMoses xa wayemonelwa ngumntakwabo nodadewabo.