I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO 2010-10-01

Kutheni—Uthandaza?

Zimbalwa izinto ekuthethwa ngazo eBhayibhileni ezibangela umdla njengomthandazo. Kodwa ngaba kubalulekile ukuthandaza?

Sifanele Sithandaze—Kubani?

Ngaba yonke imithandazo iya ndawonye? IBhayibhile ifundisa ukuba imithandazo emininzi ayiyi kuThixo.

Sifanele Sithandaze—Njani?

IBhayibhile isinceda siphendule owona mbuzo ubalulekileyo, othi, “Sifanele sithandaze njani?”

Sifanele Sithandazele—Ntoni?

Ubawo wethu osemazulwini odla ngokubizwa ngokuba nguMthandazo weNkosi, uYesu wayesifundisa into esimele siyithandazele, kwaye wayekwasifundisa nokuthandazela ezona zinto zibalulekileyo.

Sifanele Sithandaze Phi Yaye Nini?

Funda uze ubone enokuba iBhayibhile ithi sifanele sithandaze kwiindawo nangamaxesha akhethekileyo kusini na.

Ngaba Umthandazo Uluncedo?

Ukuthandaza kusenza sibe nokholo yaye kungasinceda naxa sigula.

Ngaba UThixo Uyayiphendula Imithandazo?

IBhayibhile ibonisa ukuba nanamhlanje uYehova usayiphendula imithandazo. Ubukhulu becala ukuphulaphulwa kwemithandazo yethu kuxhomekeke kuthi.