I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO 2009-08-01

Ngaba Zonke Iinkonzo Zilungile?

Ngaba zonke iinkonzo zisengela thungeni linye? Khawuve ukuba uYesu wathini ngalo mba.

Inkonzo Elungileyo Ifundisa Abantu Ukuba Baziphathe Kakuhle

Funda oko kufundiswa yiBhayibhile ngomtshato, idivosi kunye nokuziphatha okubi.

Inkonzo Elungileyo Ifundisa Amarhamente Ayo Ukuba Athandane

Luluphi unqulo olufundisa amalungu alo ukuba oyise iyantlukwano ezibangelwa zipolitiki, ubuhlanga nemali?

Inkonzo Elungileyo Ifundisa Abantu Ukuba Balihlonele ILizwi LikaThixo

UYesu wakhuthaza ukuhlonelwa kweBhayibhile. Ngaba iinkonzo zanamhlanje zenza okufanayo?

Ukuyisebenzisa Kakuhle Imali

Iingxabano ezininzi zeentshapho zibangelwa yimali. Funda ngendlela iBhayibhile enokukunceda ngayo kwiingxaki zemali.

URahabhi Wayephulaphula Xa Kuthethwa NgoThixo

Yintoni eyabangela ukuba uRahabhi asindise iintlola zakwaSirayeli?