Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) Disemba 2015

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoFebruwari 1-28, 2016.

UYehova, UThixo Wonxibelelwano

Ukunxibelelana kukaThixo nabantu ngeelwimi ezahlukahlukeneyo kusifundisa inyaniso ebalulekileyo.

Inguqulelo Elula YeLizwi LikaThixo

Imigaqo emithathu eye yasetyenziswa yiKomiti yeNguqulelo YeBhayibhile Yehlabathi Elitsha.

Yiba Noxabiso Ngokupha KukaYehova

IBhayibhile ithetha ngeentshukumisa ezifanelekileyo nezingafanelekanga zokunikela ngexesha, amandla nezinto esinazo.

Lusebenzise Kakuhle Ulwimi Lwakho

Umzekelo kaYesu ungakunceda njani wazi ixesha lokuthetha, into yokuthetha nendlela yokuyithetha?

UYehova Uya Kukuxhasa

Sifanele sikujonge njani ukugula yaye simele senze ntoni?

IBALI LOBOMI

Ndaba Seluxolweni NoThixo Nomama

Xa uMichiyo Kumagai wayekayo ukunqula izinyanya, waxabana nonina. UMichiyo wakwazi njani ukwenza uxolo?