I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) SEPTEMBA 2015

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ukusuka ngo-Oktobha 26-Novemba 29, 2015.

Ngaba Uyakhula Ukuze Ulingane NoKristu?

Nokuba sinexesha elingakanani sikhonza uYehova, sinako ukuqhubeka sikhulisa ulwalamano lwethu naye.

Ngaba Unokusithemba Isazela Sakho?

Funda indlela esinokukunceda ngayo wenze izigqibo zobulumko ngezonyango, ukuzonwabisa, nangomsebenzi wokushumayela.

“Yimani Niqinile Elukholweni”

Yintoni esinokuyifunda ngokholo kwiinzame zikaPetros zokuhamba phezu kwamanzi?

Ziziphi Iindlela Asithanda Ngazo UYehova?

Ngaba kunzima kuwe ukuqonda nokwamkela into yokuba uYehova uyakuthanda?

Singabonisa Njani Ukuba Siyamthanda UYehova?

Ukumthanda akuphelelanga nje kwiimvakalelo.