I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) AGASTI 2015

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ukusuka ngoSeptemba 28-Oktobha 25, 2015.

Camngca Ngothando LukaYehova Oluhlala Luhleli

Ungaqiniseka njani ukuba uYehova ukunye nawe nangawona maxesha anzima?

Hlala Ulindile!

Sinezizathu ezimbini ezibambekayo zokuhlala siphaphile njengokuba kusondela isiphelo sale nkqubo.

Zilungiselele Kwangoku Ukuphila Kwihlabathi Elitsha

Abantu bakaThixo baphantse bafane nabantu abaceba ukuya kuhlala kwelinye ilizwe.

Bajonge Abantu Onxulumana Nabo Kule Mihla Yokugqibela

Unxulumano lwakho alupheleli nje kubantu ochitha ixesha nabo.

“Iziqithi Ezininzi Mazibe Nemihlali”

Funda ibali lobomi likaGeoffrey Jackson, okwiQumrhu Elilawulayo.