Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO—YOKUFUNDISA Julayi 2015

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ukusuka kuAgasti 31 ukuya kuSeptemba 27, 2015.

Zimiseleni Ukuphucula IParadesi Yokomoya

Ngaba iparadesi yokomoya netempile yokomoya yinto enye? Yiyiphi le “paradesi” eyabonwa nguPawulos “kwizulu lesithathu”?

“Iyasondela Intlangulo Yenu”!

Nguwuphi umyalezo oza kuvakaliswa emva kokuqalisa kwembandezelo enkulu? Kuza kwenzeka ntoni kubathanjiswa ngelo xesha?

Hlala Unyanisekile KuBukumkani BukaThixo

AmaKristu anokuzifundisa njani ukunyaniseka kuYehova nakuBukumkani bakhe?

Le Yindawo Esinqulela Kuyo

Sinokubonisa njani ukuba siyazihlonela iindawo esinqulela kuzo? Zihlawulelwa njani iindleko zokwakha nokulungisa iiHolo ZoBukumkani?

IBALI LOBOMI

Ukukhumbula Uthando Endandinalo Kuqala Kundincede Ndanyamezela

Yonwabela ibali lobomi lika-Anthony Morris III, olilungu leQumrhu Elilawulayo lamaNgqina kaYehova.