I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) APRILI 2015

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ukusuka kuJuni 1 ukuya kuJuni 28, 2015.

Badala, Nikujonga Njani Ukuqeqesha Abazalwana?

Funda amacebiso asixhenxe avela kubadala abaqhuba kakuhle ekuqeqesheni abazalwana.

Indlela Yokuqeqesha Abazalwana Bafaneleke

Abadala banokufunda lukhulu kwindlela uYesu awayeqeqesha ngayo, ngoxa abazalwana benokuncedwa ngumzekelo kaElisha.

Usondele Kangakanani KuYehova?

Unxibelelwano luqinisa nabuphi na ubuhlobo. Ungawusebenzisa njani lo mgaqo kubuhlobo bakho noThixo?

Kholosa NgoYehova Ngalo Lonke Ixesha!

Unako ukoyisa omnye weyona miqobo mikhulu ekwakheni ubuhlobo noThixo.

Iintsikelelo “Ngexesha Elilungileyo Nangexesha Lenkathazo”

Ibali lobomi likaTrophim Nsomba, owanyamezela intshutshiso ekrakra eMalawi ngenxa yeenkolelo zakhe, lingakunceda uzimisele ukuhlala uthembekile.

Ngaba Umthi Ogawuliweyo Unokuhluma Kwakhona?

Impendulo ichaphazela ithemba lakho lekamva.