I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) FEBRUWARI 2015

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoAprili 6 ukuya kutsho ngoMeyi 3, 2015.

Thobeka Uze Uthantamise NjengoYesu

Eyoku-1 kaPetros 2:21 isiyalela ukuba silandele emanyathelweni kaYesu ngokusondeleyo. Nangona singafezekanga, sinokukuxelisa njani ukuthobeka nokuthantamisa kukaYesu?

Yiba Nesibindi Nokuqonda NjengoYesu

Oko kubhalwe eBhayibhileni kusinceda sazi ukuba uYesu unjani. Khawuhlole indlela esinokulandela ngayo emanyathelweni akhe ngokusondeleyo ngokuxelisa isibindi nokuqonda kwakhe.

Ukwenza Iintlanga Zilungele “Imfundiso KaYehova”

AmaKristu okuqala aphumelela kangakanani ekushumayeleni iindaba ezilungileyo? Yintoni esenokuba yawenza walula umsebenzi wokushumayela ngenkulungwane yokuqala xa kuthelekiswa namanye amaxesha embalini?

UYehova Walathisa Umsebenzi Wethu Wokushumayela Ehlabathini Lonke

Ziintoni ezenzekileyo kumaxesha akutshanje eziye zanceda abakhonzi bakaYehova bakwazi ukushumayela iindaba ezilungileyo emhlabeni wonke?

Isipho Ebesingalindelwanga EJapan

Incwadi entsha enomxholo othi ‘IBhayibhile—IVangeli NgokukaMateyu’ iye yakhululwa eJapan. Inantoni entsha? Bekutheni ukuze iprintwe?

Bukhuthalele Ubulungiseleli

Siyazi ukuba ukushumayela iindaba ezilungileyo ngowona msebenzi ubalulekileyo owenziwa emhlabeni namhlanje. Yintoni esinokuyenza ukuze sibukhuthalele ngakumbi ubulungiseleli bamaKristu?