I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) OKTOBHA 2014

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoDisemba 1-28, 2014.

Bazinikela Ngokuvumayo—ETaiwan

Angaphezu kwe-100 amaNgqina kaYehova afudukele apha ukuze aze kukhonza kwindawo efuna abavakalisi boBukumkani abangakumbi. Funda ngamava abo nangamacebiso anokukunceda uphumelele.

Yiba Nokholo Olungagungqiyo KuBukumkani

UYehova wasebenzisa iminqophiso esixhenxe ukuze aqinisekise ukuba uBukumkani bakhe buza kuyiphumeza injongo yakhe. Le minqophiso ilomeleza njani ukholo lwethu?

Niya Kuba ‘Bubukumkani Nababingeleli’

Iminqophiso emithathu yokugqibela kwesixhenxe inokusenza sithembele kuBukumkani bukaThixo size sishumayele iindaba ezilungileyo kwabanye.

Iimbalasane Zobomi Bam Bokusebenzela UBukumkani

UMildred Olson ukhonze uYehova iminyaka engaphezu kweyi-75, kuquka iminyaka ephantse ibe yi-29 engumthunywa wevangeli e-El Salvador. Yintoni emenza azive esemtsha?

Lixabise Ilungelo Onalo Lokusebenza NoYehova!

Yintoni eyenza abo banqula uYehova bazibekel’ ecaleni izinto ezifunwa ngabo?

“Gcinani Iingqondo Zenu Zimiliselwe Kwizinto Zaphezulu”

Kutheni abo banethemba lokuphila emhlabeni ngonaphakade bemele bagcine iingqondo zabo zimiliselwe kwizinto zaphezulu? Banokuyenza njani loo nto?