I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) JULAYI 2014

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoSeptemba 1-28, 2014.

Bazinikela Ngokuvumayo—EMicronesia

Abo basuka kumazwe asemzini abakhonza kwiziqithi zePasifiki badla ngokujongana nemiqobo emithathu. Aba bashumayeli boBukumkani bayoyisa njani le miqobo?

“UYehova Uyabazi Abakhe”

“Isiseko” ‘netywina’ ekuthethwe ngazo kweyesi-2 kuTimoti 2:19 zisinceda njani sazi ukuba ngoobani abakaYehova?

Abantu BakaYehova ‘Bayayilahla Intswela-Bulungisa’

Ibinzana elithi ‘ukulahla intswela-bulungisa’ lidibana njani neziganeko zomhla kaMoses? Sifunda ntoni kwezo ziganeko?

Ndalahlekelwa NguTata—Ndaza Ndafumana UBawo

Funda ibali lobomi likaGerrit Lösch, olilungu leQumrhu Elilawulayo.

“NingamaNgqina Am”

Kuthetha ukuthini ukubizwa kwethu njengaNgqina kaYehova?

“Niya Kuba Ngamangqina Am”

Kwakutheni ukuze uYesu athi, “niya kuba ngamangqina am,” kungekhona akaYehova? Sinokuhlala njani sinenzondelelo ngomsebenzi wokushumayela?