I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) APRILI 2014

Le Mboniselo ithetha ngendlela esinokulubonisa ngayo ukholo olufana nolo lukaMoses. UYehova uzijonga njani iimbopheleleko zentsapho ibe usinceda njani sikwazi ukuziphumeza?

Xelisa Ukholo LukaMoses

Ukholo lukaMoses lwamnceda wakwazi ukulwa neminqweno yenyama waza wawaxabisa amalungelo anawo. Kwakutheni ukuze uMoses akhangele “ngenyameko emvuzweni”?

Ngaba Uyambona “Lowo Ungabonakaliyo”?

Ukholo uMoses awayenalo kuThixo lwamkhusela njani ekoyikeni abantu lwaza lwamnceda njani wathembela kwizithembiso zikaThixo? Yomeleza ukholo lwakho ukuze umbone uYehova njengomntu wokwenene ofuna ukukunceda.

Inkonzo Yexesha Elizeleyo—Apho Iye Yandikhokelela Khona

Funda ngesizathu sokuba uRobert Wallen athi xa ekhangel’ emva kwiminyaka eyi-64 ayichithe kwinkonzo yexesha elizeleyo uphile ubomi obanelisayo nobunenjongo.

Akukho Bani Unokukhonza Iinkosi Ezimbini

Abanye baye bafudukela kumanye amazwe ukuze babe nemali engakumbi. Ukushiya intsapho kuwuchaphazela njani umtshato, abantwana, kunye nolwalamano lwethu noYehova?

Yomelela—UYehova Ungumncedi Wakho!

Enye indoda yabulungisa njani ubomi bentsapho yayo emva kokuyishiya iye kusebenza kwilizwe lasemzini? UYehova wayinceda njani ukuze inyamekele intsapho yayo kwilizwe layo elitsala nzima?

Ngaba Ukuqonda Kakuhle Ukubekw’ Esweni NguYehova?

Khawufunde ngeendlela ezintlanu uThixo asibonisa ngazo ukuba usikhathalele nendlela okusinceda ngayo oku.

Ngaba Ubusazi?

Mandulo, kwakufuzisela ntoni ukukrazula kukabani izambatho zakhe?