I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) NOVEMBA 2013

Sinokubonisa njani ukuba siyawuxabisa umonde anawo uThixo njengoko silinde ukuba aphelise le nkqubo ingendawo? UYehova noYesu bawalusa njani umhlambi olapha emhlabeni namhlanje?

‘Kuphapheleni Ukuthandaza’

Kutheni amaKristu okwenene emele athandaze ngokuqhubekayo? Ngubani oncedakalayo xa uthandazela abanye?

Oko Sinokukwenza Ukuze Sinyamekele Abanye

Funda indlela iminikelo eyenziwa kumsebenzi owenziwa ehlabathini lonke ngamaNgqina kaYehova enceda ngayo ukuze kuncedwe abantu abasweleyo ngokwenyama nangokomoya.

Sinokuhlala Njani ‘Sinesimo Sengqondo Sokulinda’?

Ziziphi iziganeko eziza kubonisa isiphelo sale nkqubo yezinto? Singabonisa njani ukuba sinombulelo ngokuba nomonde kukaThixo?

Iyeza Lakhe Kukukhonza UThixo!

UOnesmus wazalwana enesifo samathambo. Zimncede njani izithembiso zikaThixo eziseBhayibhileni?

Abalusi Abasixhenxe Neendwalutho Ezisibhozo—Oko Sikufundayo Ngabo

UHezekiya, uIsaya, uMika neenkosana zaseYerusalem baba ngabo njani abalusi abalungileyo? Ngoobani namhlanje abafanekiselwa ngabalusi abasixhenxe neendwalutho ezisibhozo?

Bathobeleni Abalusi BakaYehova

Abaveleli abangamaKristu bamiselwe ngumoya oyingcwele ukuze baluse ibandla likaThixo. Kutheni izimvu zimele zibaphulaphule?

Balusi, Xelisani Abona Balusi Bakhulu

Abalusi banokulinceda njani ilungu lebandla ekufuneka lomeleze ulwalamano lwalo noYehova? Abadala banokumxelisa njani “umalusi omkhulu,” uYesu Kristu?

“Ndandifana Nofudo, Lona Luhamba Nendlu Yalo”

Ngasekupheleni ko-1929, uqoqosho lwehlabathi lwawa kwaza oko kwaphumela kwiGreat Depression. Yintoni eyanceda oovulindlela bamelana naloo maxesha anzima?