I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) OKTOBHA 2013

Le magazini ichaza ubungqina obusuka kwindalo obubonisa indlela anamandla nanobulumko ngayo uMdali wethu. Funda nangendlela esinokwenza ngayo ngokuvisisana nomnye wemithandazo kaYesu yothando.

Bazinikela Ngokuvumayo KwiiPhilippines

Funda ngesizathu sokuba abanye beye bashiya imisebenzi yabo, bathengisa izinto zabo baza kuphila ubomi obulula kwiiPhilippines.

Indalo Ityhila UThixo Ophilayo

Funda ngendlela esinokubanceda ngayo abanye baqonde inyaniso ngokuphathelele uMdali size kwangaxeshanye someleze olwethu ukholo.

“Yibani ngamakhoboka kaYehova”

Sinokukuphepha njani ukuba ngamakhoboka kaSathana? Ziziphi iingenelo zokuba ngamakhoboka athembekileyo kaYehova?

Ukwayama NgoYehova Kusizisele Iintsikelelo

UMalcolm noGrace Allen bakhonze uYehova ngaphezu kweminyaka eyi-75. Funda ngendlela ababona ngayo ukuba uYehova uyabasikelela abo bayama ngaye.

Oko Sikufundayo Kumthandazo Ocingisisiweyo

Ziziphi izinto esinokuzifunda kumthandazo wabaLevi? Yintoni esinokuyenza ukuze imithandazo yethu ibe nentsingiselo ngakumbi?

Yenza Ngokuvisisana Nomthandazo KaYesu Wothando

Xa wayethandaza, uYesu wayebeka ukuthanda kukaThixo kuqala kunezinto ezazifunwa nguye. Sinokwenza njani ngokuvisisana nomthandazo wakhe?

Ngaba Ungenza Okungakumbi Ukuze Ulumkise Abantu?

Funda ngendlela abanye abaye bawaxhakamfula ngayo amathuba avelayo okushumayela ebantwini.