Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) Februwari 2013

Le Mboniselo iza kuthetha ngelifa lethu elikhethekileyo njengabantu bakaYehova. Funda nangendlela esinokuhlala sikhuselwe ngayo nguYehova.

Eli Lilifa Lethu Lokomoya

Yomeleza indlela olixabisa ngayo ilifa lethu lokomoya ngokuphinda ufunde oko uYehova akwenzele uluntu nabantu bakhe.

Ngaba Uyalixabisa Ilifa Lethu Lokomoya?

Ukwazi nokuxabisa ilifa lethu lokomoya kunokukunceda uzimisele ukugcina ingqibelelo yakho kuThixo.

Abalindi Bakomkhulu Beva Iindaba Ezilungileyo

UPawulos wayeshumayela ngawo onke amathuba. Funda indlela onokukhuthazwa ngayo ngumzekelo wakhe ukuze umxelise.

Hlala Kwintlambo KaYehova Yokhuseleko

Iyintoni intlambo yokhuseleko yaye banokukhuseleka njani abakhonzi bakaYehova kuyo?

Lulumkele Utyekelo Lwentliziyo

Ngamany’ amaxesha iintliziyo zethu ziye zizame ukuyithethelela into engalunganga esiyenzileyo. Yintoni enokusinceda siyazi eyona nto isezintliziyweni zethu?

Ungavumeli Nantoni Na Ikuthintele Ekufumaneni Uzuko

Unokulufumana njani uzuko kuThixo? Yintoni enokukuthintela ekulufumaneni?

Wayengowentsapho KaKayafa

Ukufunyanwa kwebhokisi kaMariya kububungqina bokuba iBhayibhile ithetha ngabantu bokwenene ababeneentsapho.

SIPHAKULA KOOVIMBA BETHU

“Imbalasane Engenakulibaleka” Yafika Ngexesha

Funda indlela i-“Creation Drama” eyawanceda ngayo amaNgqina aseJamani akwazi ukujongana neemvavanyo zokholo ngeMfazwe Yehlabathi II.