I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) NOVEMBA 2012

Eli phephancwadi licacisa igama likaYehova, injongo kunye nomthetho zibalulekile. Nesizathu sokuba amaKristu okwenyaniso emele athobeke aze axolele.

“Ndifundise Ukwenza Ukuthanda Kwakho”

Sinokumxelisa njani uDavide size sijonge izinto ngendlela kaYehova?

Intsalela Yabo Ilingene Ukuswela Kwenu

AmaKristu enkulungwane yokuqala babekela ecaleni iminikelo yabo basweleyo. Sinkukwenza njani oko?

UYesu Wasimisela Umzekelo Wokuthobeka

Yintoni esinokuyifunda kwindlela athobeke ngayo uYesu Kristu?

Hlakulela Umoya Wokuziphatha Njengomncinane

Sinokukubonisa njani ukuthobeka kwindlela esibaphatha ngayo abanye?

mibuzo Evela Kubafundi

athetha ukuthini amazwi kaYesu angesiphiwo sokungatshati?

Ukuxolela KukaYehova Kuthetha Ntoni Kuwe?

Indlela uYehova awayebaphatha ngayo aboni bamandulo isifundisa okuninzi ngokukulungela kwakhe ukuxolela.

Xolelanani Ngesisa

Funda indlela esinokukuxelisa ngayo ukukulungela kukaYehova ukuxolela.

‘Esona Sigidimi Sibalulekileyo Sakha Seviwa Ngabantu’

Ngo-1926, aBafundi beBhayibhile, igama awayebizwa ngalo amaNgqina kaYehova ngoko, babenezitishi kwizixeko ezine zaseKhanada.