IBHAYIBHILE INOLONA KHOKELO LUNOKUTHENJWA. Inceda abayeni namakhosikazi, abazali kunye nolutsha. Imigaqo yayo yenza umntu acinge kakuhle, akwazi nokwenza izigqibo.​—IMizekeliso 1:1-4.

IBHAYIBHILE IPHENDULA EYONA MIBUZO IBALULEKILEYO NGOBOMI, NJENGOTHI:

Siyakucela ukuba uzikhangelele eBhayibhileni iimpendulo zale mibuzo neminye. Bukela ividiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? Skena le khowudi okanye uye ku-www.jw.org/xh.