Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVukani!  |  No. 6 2016

Isalathiso Semibandela EkooVukani! Baka-2016

Isalathiso Semibandela EkooVukani! Baka-2016

“Siyabulela ngezi magazini zifika ngexesha.”—UAmy

Umama onguAmy ufumanise ukuba uVukani! unamacebiso anokuwasebenzisa kubomi bakhe bemihla ngemihla. Njengaye, baninzi abantu abaye bancedwa yile magazini iphuma kanye ngenyanga. Ukuze ufumane isalathiso semibandela ekooVukani! baka-2016 esilapha ngezantsi, yiya ku- www.jw.org/xh.

AMANGQINA KAYEHOVA

  • Ukususa Umqobo Wolwimi: No. 3

  • “Asiqhelanga Kufundiswa Ngolu Hlobo!” (jw.org): No. 5

  • Yintoni Oyaziyo NgamaNgqina KaYehova? No. 1

AMANQAKU AWAHLUKAHLUKENEYO

  • Iingcinga Zenza Umahluko: No. 1

  • Uza Kuthini Xa Izinto Zitshintsha: No. 4

  • Ukwenza Imikhwa Yakho Ibe Mihle: No. 4

AMAZWE NABANTU

IMIFANEKISO YAMANDULO

IMPILO NAMAYEZA

  • Izifo—Indlela Yokunciphisa Amathuba Okuba Nazo: No. 6

  • Ukutya Okwalana Nomzimba Nokutya Okungetyiswayo Ngumzimba: No. 3

ISAYENSI

  • Intamo Yembovane: No. 3

  • Imisonto Yeembaza Zaselwandle: No. 6

  • Ukukwazi Ukutshintshatshintsha Imibala KweCuttlefish: No. 1

  • Ubomi Benyenzane Ephila Ngamaxesha Athile: No. 4

  • Ummangaliso Wendalo (ikhabhon): No. 5

IZILWANYANA NEZITYALO

  • Intlanzi Emibalabala: No. 6

  • Izikhwenene Ekuthiwa Ziimacaw: No. 2

OKUFUNDISWA YIBHAYIBHILE

UDLIWANO-NDLEBE

  • Isazi Ngeembumba Ezingekazalwa Sicacisa Ukholo Lwaso (Y. Hsuuw): No. 2

ULWALAMANO LWABANTU

  • Ukunceda Umntwana Wakho Amelane Nokufikisa: No. 2

  • Indlela Yokuthetha Ngeengxaki (intsapho): No. 3

  • Indlela Yokwenza Abahlobo Bokwenene: No. 1

  • Hloniphanani (umtshato): No. 6

  • Fundisa Umntwana Wakho Ngesondo: No. 5

UNQULO

  • Ngaba IBhayibhile Yincwadi Nje Emnandi? No. 2

  • Ngaba UYesu Wakha Waphila Nyhani? No. 5

  • Ithini IBhayibhile Ngobufanasini: No. 4