I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! NO. 6 2016

Izifo—Indlela Yokunciphisa Amathuba Okuba Nazo

Ukuba nesifo esosulelayo kunokuyibeka engozini impilo yakho. Unokuzikhusela njani?

Izifo—Indlela Yokunciphisa Amathuba Okuba Nazo

Umhla nezolo umzimba wakho ulwa neentshaba ezingene zichwechwa kuwo kodwa ezibulalayo.

Zikhusele Kwizifo

Funda ngezinto ezintlanu ezinokukwenza ube nezifo neyona ndlela onokuzikhusela ngayo.

Imisonto Yeembaza Zaselwandle

Iimbaza zaselwandle ziyakwazi ukunamathela kwezinye izinto ngemisonto yazo. Xa siqonda indlela esebenza ngayo le misonto siya kutsho sibe neendlela ezintsha nezibhetele zokunamathelisa izinto kwizakhiwo okanye imisipha emathanjeni.

Hloniphanani

Ukuhloniphana emtshatweni yinto efanele yenziwe. Yintoni onokuyenza ebonisa ukuba uyamhlonipha umntu otshate naye?

UDesiderius Erasmus

Kuthiwa “uyafana noosaziwayo bale mihla.” Yintoni eyamenza waduma?

Ummangaliso Wentlanzi Emibalabala

Le ntlanzi incinane inemibala ethi ndijonge kwaye yona neanemone ngabahlobo. Yintoni ebangela ukuba ubuhlobo bazo bahluke, yaye isebenzisana njani nesi sityalo?

Ukubamba Ixesha

Ukubamb’ ixesha—okanye ukungakwazi ukulibamba—kunokukwenza waziwe ngaloo nto. Ithini iBhayibhile ngokubaluleka kokubamb’ ixesha? Unokukufunda njani ukubamb’ ixesha?

Isalathiso Semibandela EkooVukani! Baka-2016

Isalathiso samanqaku aye aphuma kuVukani! ngo-2016 ngokwemibandela.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Coceka

UYehova uzibeka ngeendawo zazo izinto. Funda indlela ongaziqoqosha ngayo ezakho izinto!

Ithini IBhayibhile NgeKrismesi?

Isenokukothusa imvelaphi yezithethe zeKrismesi ezintandathu ezaziwayo.