Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! No. 4 2017 | Ngaba Uzixakekise Ngezinto Ezininzi?

Namhlanje, abantu abaninzi baxakeke kakhulu kangangokuba ubuhlobo babo nabanye abantu kunye neentsapho zisengxakini.

Sinokulisebenzisa kakuhle njani ixesha?

Enye indoda esisilumko yathi: “Kulunge ngakumbi ukuzalisa isandla ngokuphumla kunokuzalisa izandla zozibini ngomsebenzi onzima ngokusukelana nomoya.”—INtshumayeli 4:6.

Lo “Vukani!” unamacebiso amahle endlela esinokulisebenzisa kakuhle ngayo ixesha, njengokuqala ngezinto ezibalulekileyo.

 

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ngaba Uzixakekise Ngezinto Ezininzi?

Abantu abaninzi abakwazi ukuzenza zonke izinto ezifuneka emsebenzini nasekhaya ngexesh’ elinye. Yenziwa yintoni le ngxaki? Inokupheliswa njani?

Ummangaliso Wentaka Ebizwa Ngokuba Ngunotenteza

Kwakukade kucingwa ukuba le ntaka ibhabha iikhilomitha ezimalunga ne-35 200 qho ngonyaka ukusuka eArctic ukuya eAntarctica. Kodwa leyo yenye yezinto ezimangalisayo ngale ntaka.

‘Igama Elihle Lilungile Kunobutyebi Obuninzi’

Singakwazi ukuba negama elihle size sihlonitshwe ngabanye. Njani?

UKUNCEDA INTSAPHO

Xa Abantwana Bephumile Ekhaya

Kubanzima kwabanye abazali xa abantwana babo bekhulile baze baphume ekhaya. Bangenza ntoni abazali ukuze baqhele ukuhlala bodwa?

UDLIWANO-NDLEBE

Ugqirha Wengqondo Ucacisa Ukholo Lwakhe

UProfesa Rajesh Kalaria ubalisa ngomsebenzi wakhe nangokholo lwakhe. Yintoni eyamenza wanomdla kwisayensi? Yintoni eyamenza wayithandabuza indlela obuye bakho ngayo ubomi?

IMBONO YEBHAYIBHILE

Isilingo

Ukuqhawuka kwemitshato, impilo enkenenkene, ukutyiwa sisazela zezinye zezinto ezibangelwa kukunikezela kwisilingo. Ungawuphepha njani lo mgibe?

NGABA YADALWA?

Iqunube Elinombala Oluhlaza Okhazimlayo

Eli qunube alifakwa dayi, kodwa linombala oluhlaza okhazimlayo. Yintoni ebangela eli qunube lincinci libe nombala okhazimla olu hlobo?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba IBhayibhile Ingandinceda Ndibe Nentsapho Eyonwabileyo?

Icebiso lobulumko elisuka eBhayibhileni, eliye lanceda amadoda namakhosikazi amaninzi onwaba ezintsatsheni.

UMonica Richardson: UGqirha Uchaza Ngokholo Lwakhe

Wayezibuza enoba ukuzalwa kosana kwakungummangaliso okanye kwakudaliwe. Sisiphi isigqibo awafikelela kuso ngenxa yamava akhe okuba ngugqirha?