I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! NO. 1 2017

Ingxaki Yolutsha Olungonwabanga—Isizathu? Yintoni Enokunceda?

Iingxelo zibonisa ukuba lintinge ngendlela eyothusayo inani labafikisayo abangonwabanga.

Yintoni enokwenziwa ukulungisa le ngxaki?

Le magazini inamacebiso ngento enokwenziwa ngabafikisayo abanale ngxaki nokuba abazali banokubathuthuzela baze babaxhase njani.

 

Ingxaki Yolutsha Olungonwabanga—Isizathu? Yintoni Enokunceda?

Funda indlela onokuzibona ngayo iimpawu zomntu onayo nezinto ezinokuyibangela. Funda ngento enokwenziwa ngabazali nangabanye ukuze bancede.

Uncumo Lwakho—Isipho Onokuphisa Ngaso

Uncumo Olusuk’ entliziyweni—enoba lolomhlobo okanye umntu ongamaziyo—luyosulela kwaye lubangela umntu avuye.

Ukukhupha Isisu

Nyaka ngamnye izigidi zabantu zikhupha isisu. Ngaba sisigqibo somntu okanye ingxaki isekuziphatheni?

“Olo Thando Lwasenza Sachiphiza Iinyembezi”

NgoMgqibelo, ngoAprili 25, 2015, iNepal yantlithwa yinyikima enkulu. Emva koko, AmaNgqina KaYehova abonisa njani ukuba amaKristu okwenyaniso ayathandana yaye olo thando alubonisa ngezenzo?

Ukuba Nombulelo

Xa umfazi nendoda bezama ukuziphawula iimpawu zomnye ezintle, umtshato wabo uya uphucuka. Yintoni enokukunceda ube nombulelo?

Iindlela Ezikhusela Ngazo Elangeni Imbovane YaseSahara

Le mbovane ingafani nezinye yenye yezilwanyana ezikwaziyo ukumelana nobushushu. Yintoni ebangela ukuba ikwazi kangaka ukumelana nelanga elitshisa kakhulu?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ndingajamelana Njani Nexhala?

Amacebiso amathandathu anokukunceda ukwazi ukuhlangabezana nexhala.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayanceda Xa Kukho Intlekele?

Funda indlela onokuwanceda ngayo amanye amaNgina nabo bangengawo.