I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) MATSHI 2017

Le magazini inamanqaku aza kufundwa ngoMeyi 1-28, 2017.

Kundincedile Ukuhamba Nezilumko

Ngeminyaka abe kwinkonzo yexesha elizeleyo ngalo, uWilliam Samuelson uye wafumana izabelo ezivuyisayo nezinzima.

Yibani Nembeko Kulowo Imfaneleyo

Ngoobani abafanelwe yimbeko, ibe kutheni? Kukunceda ngantoni ukuba nembeko kwabanye abantu?

Yiba Nokholo—Wenze Izigqibo Zobulumko!

Ezinye zezigqibo ozenzayo zinokwenza ubomi bakho bungaze buphinde bufane nakuqala. Yintoni enokukunceda wenze izigqibo zobulumko?

Khonza UYehova Ngentliziyo Epheleleyo!

Ookumkani bakwaYuda, UAsa, uYehoshafati, uHezekiya, noYosiya benza iimpazamo. Kodwa uThixo wayebajonga njengabo bamkhonza ngeentliziyo ezipheleleyo. Kutheni?

Ngaba Uza Kuzifaka Entliziyweni Izinto Ezibhaliweyo?

Unokufunda kwiimpazamo zabanye abantu, kuquka ezabo baseBhayibhileni.

Yiba Ngumhlobo Xa Ubuhlobo Busecicini Lokuphela

Kusenokubakho ixesha apho umhlobo wakho efuna ukuncedwa nyhani ukuba abuyele endleleni. Unokumnceda njani?

Igama EliseBhayibhileni Kwingqayi Yakudala

Iingceba zengqayi yodongwe eneminyaka eyi-3 000 ikho ezembiwa ngo-2012, kutshanje zitsale umdla wabaphandi. Zazikhetheke ngantoni?