Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) Januwari 2016

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoFebruwari 29 ukuya kuAprili 3, 2016.

Zimisele Ukubonisa “Uthando Lobuzalwana”!

Umxholo wonyaka ka-2016 ungasinceda silungele izinto eziza kwenzeka kungekudala.

Sixabise ‘Isipho Sesisa Esingathethekiyo’ SikaThixo

Uthando lukaThixo lusibangela njani ukuba silandele emanyathelweni kaYesu ngokusondeleyo, sibonise uthando kubazalwana bethu, size sibaxolele abanye?

Umoya Ungqinelana Nomoya Wethu

Kuthetha ukuthini ukuba ngomnye wabathanjiswa? Umntu uthanjiswa njani?

“Siza Kuhamba Nani”

Yintoni esimele siyikhumbule nge-144 000?

Akumnandi Nje—Ukusebenza NoThixo!

Kusivuyisa njani ukusebenza noYehova kuze kusikhusele ngokomoya?