Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) Februwari 2016

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoAprili 4 ukuya kuMeyi 1, 2016.

UYehova Wathi ‘Ngumhlobo Wam’

Ngaba ungathanda ukuba ngumhlobo kaYehova? Funda kumzekelo ka-Abraham.

Yiba Njengabahlobo BakaYehova Abasondeleyo

URute, uHezekiya noMariya bakwazi njani ukwakha ubuhlobo obomeleleyo noThixo?

Hlala Unyanisekile KuYehova

Umzekelo kaYonatan unokusinceda njani sizingqine sinyanisekile kuYehova kwiinkalo ezine ezilucelomngeni.

Funda Kubakhonzi BakaYehova Abanyanisekileyo

UDavide, uYonatan, uNatan, noHushayi banyaniseka njani kuYehova kuqala?

IBALI LOBOMI

UYehova Undenze Ndaphumelela Ekumkhonzeni

UCorwin Robison ukhonze uThixo kangangeminyaka eyi-73, equka eyi-60 ayichithe eBheteli yaseMerika.

Qhubeka Ukhonza UYehova Ngovuyo

Ukucingisisa ngemigaqo emithathu eyintloko kungakunceda ugcine uvuyo lwakho.