Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO No. 6 2017 | Esona Sipho Sizodlula Zonke

UCINGA NTONI?

Ngubani owapha abantu esona sipho sizodlula zonke ehlabathini?

“Sonke isipho esilungileyo naso sonke isipho esigqibeleleyo sivela phezulu, kuba sihla sivela kuYise wezikhanyiso zesibhakabhaka.”​Yakobi 1:17.

Le Mboniselo iza kusinceda sixabise esona sipho sikaThixo sizodlula zonke esakha saziphiwa.

 

INQAKU ELINGUMXHOLO

“Ndaphiwa Eyona Nto Izodlula Zonke”

Ungathanda ukupha okanye ukufumana isipho osithandayo?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Khangela Esona Sipho Siza Kuthandwa

Akululanga ukufumana esona sipho siza kuthandwa. Kodwa ke, ngulo mntu umphayo oza kubona ukuba sixabisekile na.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Esona Sipho Sizodlula Zonke

Kukho isipho esizodlula zonke uThixo awakha wazinika abantu.

Wayenjani Kanye Kanye UYesu?

Kudala uYesu wavela kwimizobo emininzi. IZibhalo zithi unjani?

Indlela Ofanele Uzijonge Ngayo Iimpazamo

Nokuba sineminyaka emingaphi sonke siyazenza iimpazamo. Sinokwenza ntoni xa siphazamile?

Kutheni Zininzi Kangaka IiBhayibhile?

Eyona nto iza kukunceda uqonde isizathu sokuba kubekho iinguqulelo zeBhayibhile ezahlukeneyo.

Ikho Into Edibanisa AmaKristu NeKrismesi?

Ngaba abantu ababesoloko bekunye noYesu baluvuyela usuku lweKrismesi?

Ithini IBhayibhile?

Igama elithi Armagedon libangela abantu boyike, kodwa yintoni kanye kanye iArmagedon?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engayibhiyozeli IKrismesi?

Abantu abaninzi bayayibhiyozela ikrismesi nakuba beyazi imvelaphi yayo. Funda isizathu sokuba amaNgqina kaYehova engayibhiyozeli.