I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO NO. 6 2016

Imibono Ekwazisa Ngokwenzeka Emazulwini

Funda ngamazulu angabonakaliyo eBhayibhileni.

Imibuzo Ngabantu Abaphila Emazulwini

Sinokuzifumana iimpendulo esinokuzithemba.

Imibono Ngabo Baphila Emazulwini

Zityhila ntoni iZibhalo ngoYehova uThixo, uYesu Kristu neengelosi ezithembekileyo?

Yintoni Esinokuyifunda KwiiNtaka Zezulu

Izilwanyana ezinoboya azisibonisi ubugcisa bokudala kukaThixo kuphela, kodwa zisikhuthaza ukuba sicinge ngezona zinto zibalulekileyo.

ULefèvre d’Étaples—Wayefuna Nabantu Abaqhelekileyo Balazi ILizwi LikaThixo

Wakwazi njani ukuwenza loo msebenzi nakuba wawungafunwa?

Ndafumana Inyaniso Ndingenazandla Nangalo

Umfana owafumana ingozi eyamenza wangumlwelwe, sekunjalo waba nezizathu zokukholelwa kuMdali.

Ithini IBhayibhile?

Ngaba uThixo uza kuyiphulaphula kwaye ayiphendule imithandazo yakho?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba UThixo Wadala USathana Ukuze Asivavanye?

Impendulo yeBhayibhile iyavakala yaye iyathuthuzela.