Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMboniselo  |  No. 3 2017

Intshayelelo

Intshayelelo

UCINGA NTONI?

Umbono wendlela aphaliswa ngayo la mahashe ngomnye weyona mibono yaziwayo kwincwadi yeSityhilelo. Abanye uyaboyikisa. Ubangela umdla kwabanye. Khawuve into ethethwa yiBhayibhile ngezi ziprofeto:

“Unoyolo lowo uwafunda ngokuvakalayo nabo bawevayo amazwi esi siprofeto.”ISityhilelo 1:3.

Le Mboniselo icacisa indlela ekunokuba ziindaba ezimnandi ngayo kuthi ukuphaliswa kwala mahashe.