I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO NO. 1 2016

Kutheni Umele Unyaniseke?

Kwinkoliso yabantu imizuzu elishumi ayipheli bengaxokanga xa bencokola. Kutheni wena uzihlupha ngokufuna ukunyaniseka?

Ngaba Ukunyaniseka Kuphelelwe Lixesha?

Amava kaHitoshi angakwenza ucinge ngolo hlobo.

Kutheni Kuluncedo Ukunyaniseka?

Ibali lomntu ekuthethwe ngaye ekuqaleni libonisa ukubaluleka kokunyaniseka.

Ndicela Undinike Uxolo Nolonwabo Unyaka Nje Ube Mnye

UAlain Broggio wachukunyiswa kakhulu sisicatshulwa seBhayibhile esikweyoku-1 kuYohane 1:9.

Ngaba Ubusazi?

Ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile, imisongo yayisenziwa yaye isetyenziswa njani? Inoba ngoobani “ababingeleli abakhulu” ekwakuthethwa ngabo kwiZibhalo ZamaKristu ZesiGrike?

Singakoyisa Njani Ukungazithembi?

Izinto ezintathu ezinokukunceda uzithembe.

Ningaxhaleli Nto

UYesu akazange aphelele nje ngokuthi masingaxhaleli nto, kodwa wasixelela nendlela esingakwenza ngayo oku.

Ithini IBhayibhile?

Ngaba abafileyo bangaphinda baphile?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba IBhayibhile Ingandinceda Xa Ndixinezeleke Engqondweni?

Kukho izinto ezintathu uThixo azinika abantu ngesisa ukuze banyamezele iimvakalelo zokuxinezeleka.