I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMBONISELO (YOKUFUNDISA) APRILI 2016

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoMeyi 30 ukuya kuJuni 26, 2016.

Ukuthembeka Kuyamkholisa UThixo

Ziziphi izifundo azifundayo amaKristu kwingxelo eseBhayibhileni kaYifeta nentombi yakhe?

“Unyamezelo Lwenu Malupheleliswe”

Yintoni ebandakanyekileyo xa ujamelene nezilingo? Yiyiphi imizekelo yonyamezelo ebalaseleyo enokukomeleza?

Kutheni Simele Sihlanganisane Ukuze Sinqule?

Ubukho bakho buyakuchaphazela, buyabachaphazela abanye, yaye buyamchaphazela noYehova. Ngaba uyakuqonda ukuba kwenzeka njani oku?

Ukungathathi Cala Kwihlabathi Elahluleleneyo

Iindlela ezine ezinokukunceda umelane nezilingo ezivavanya isazela sakho.

Oonongendi Bafunda Inyaniso

Yintoni eyabenza bashiya ikhaya loonongendi nonqulo lobuKatolika?

Ngaba Kuwe Intsimi Injengombethe?

Unokushumayela njani ngendlela ethambileyo nehlaziyayo?