I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! APRILI 2015

Yaphelela Phi Ingqeqesho?

Abazali ababaqeqesha kakuhle abantwana babo bathelwa nqa ngabanye. Konakala phi?

Yaphelela Phi Ingqeqesho?

Ngaba ingxaki eyaqala kwiminyaka yoo-1960 isenefuthe kwindlela abakhuliswa ngayo abantwana?

Indlela Yokuqeqesha Abantwana

Amacebiso amahlanu eBhayibhile anokunceda iintsapho.

Ukutyelela EHonduras

Funda ngendlela abaphila ngayo abantu beli lizwe likuMbindi Merika.

Xa Unesithukuthezi

Isithukuthezi siyingozi empilweni yakho njengokutshaya iientyi eziyi-15 ngosuku. Ungasiphepha njani isithukuthezi?

Izilwanyana

Abantu bamele baziphathe njani izilwanyana?

Uyisebenzisa Njani Iteknoloji?

Phendula imibuzo emine ekunceda uzihlole.

Indlela Asebenza Ngayo Amabhovu Ekati

Kutheni oososayensi besenza oomatshini abanesixhobo esibizwa ngokuba yi-e-whiskers?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngemidlalo Ye-elektroniki?

Inokuba luncedo ize iphinde ibe nezinye izinto esingakhange sizicinge.

Xolela Ngesisa

Ufanele umphathe njani umntu okukhathazileyo?