Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! Januwari 2015 | Baqala Njani Ubomi?

Ngaba impendulo yakho imele ixhomekeke ekubeni uyanqula na okanye awunquli?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Baqala Njani Ubomi?

Kutheni nje abantu abaninzi abathanda isayensi beyiginyi ncam into yokuba izinto eziphilayo zazivelela?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Imibuzo Emibini Ebalulekileyo

Zikhethele enoba ukuzivelela kwezinto eziphilayo yimfundiso evakalayo echaza indlela obabakho ngayo ubomi.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Impendulo Omele Uyihlole

Yintoni eyabangela ukuba umntu owayekholelwa ukuba akukho thixo agqibe kwelokuba kukho umdali okrelekrele?

NGABA YADALWA?

Icangca Leenyosi

Yintoni ebisaziwa ziinyosi ngokwakha ngendlela ephangaleleyo ebingaziwa zizazi ngezibalo de kwango-1999?

UKUNCEDA INTSAPHO

Indlela Yokulawula Umsindo

Iindlela ezintlanu ezisekelwe eBhayibhileni ezinokukunceda ulawule umsindo.

AMAZWE NABANTU

Ukutyelela ECosta Rica

Funda isizathu sokuba abantu beli lizwe babizwe ngokuba ziiTicos.

UDLIWANO-NDLEBE

“Andifuni Ukucinga Kakhulu Ngokugula Kwam”

Yintoni enceda uElisa ahlale enyamezele isifo esibuhlungu nesinganyangekiyo, ade maxa wambi alibale nokuba uyagula?

IMBONO YEBHAYIBHILE

Iintlungu

Ngaba uThixo ukukhathalele ukulingwa nokuba sentlungwini kwethu?

OKWENZEKA EHLABATHINI

Unqulo Lubekw’ Esweni

Iindaba zakutshanje zibonisa ukuba unqulo alukwazanga ukumanyanisa abantu.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Kutheni Ndifanele Ndingayibukeli Iphonografi?

Iphonografi nokutshaya zifana ngantoni?

Yiba Nobubele Uboleke Nabanye

Bukela indlela uSihle noAvela abonwaba ngayo xa bebolekana izinto.