Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! Novemba 2014 | Izinto Ezinokukwenza Wonwabe

IBhayibhile inamacebiso asebenzayo okukunceda wonwabe. Cinga ngale mizekelo mine yobulumko obuncedayo beBhayibhile.

Okwenzeka Ehlabathini

Oko kuthethwa ngako: ukungaphumeleli kwecebo lokukhusela ihlathi elishinyeneyo lase-Ecuador, ukungabilula kokubona intsholongwane kagawulayo egazini, ukulwa ngokugcina izilwanyana zasekhaya, nezinye.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Izinto Ezinokukwenza Wonwabe

Ngaba ubulumko beBhayibhile bunokukunceda uphile kamnandi? Eli nqaku lixubusha imigaqo emine yeBhayibhile eluncedo.

Imisele Yamanzi YaseRoma—Eyakhiwe Ngendlela Emangalisayo

Kwakutheni ukuze amaRoma amandulo akhe imisele yamanzi? Yintoni eyenza imisele yamanzi imangalise kwizinto ezininzi ezakha zakhiwa?

UKUNCEDA INTSAPHO

Xa Umntwana Wakho Exoka

Ufanele wenze ntoni xa umntwana wakho exoka? Eli nqaku lithetha ngamacebiso aseBhayibhileni anokukuncenda ufundise umntwana wakho ukubaluleka kokuthetha inyani.

IBALI LOBOMI

Ndafumana Ithemba Xa Kanye Ndandilifuna

Xa wayeneminyaka eyi-20, uMiklós Aleksza waba ngumlwelwe ngenxa yengozi. IBhayibhile yamnceda njani wafumana ithemba ngekamva?

IMBONO YEBHAYIBHILE

Ukucoceka

Funda ngamacebiso asengqiqweni afumaneka eBhayibhileni, ancede abantu abaninzi baphila ubomi obucocekileyo nobusempilweni.

‘Umfuziselo Owothusayo Nonamandla’

Kutheni isakhiwo kwisiXeko saseHiroshima, eJapan, sihlale singamabhodlo ukususela ngo-1945? Funda ngesi sakhiwo noko kuthenjiswa yiBhayibhile ngekamva

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ndinokuyeka Njani Ukukhathazeka Kangaka?

Funda oko unokukwenza xa ukhathazekile.

Kutheni Ndimele Ndibancede Abanye?

Ukwenzela abanye izinto ezintle kukunceda ubuncinane ngeendlela ezimbini. Ziziphi ezo ndlela?

Ulutsha Luthetha Ngemali

Fumana amacebiso endlela yokugcina imali, ngendlela yokuyisebenzisa nokuba imali ibe kwindawo yayo.

Ikhadi LeBhayibhile LikaMiriyam

Wayedlala esiphi isixhobo somculo uMiriyam? Funda okungakumbi ngaye ngokukhuphela eli khadi leBhayibhile.