I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! OKTOBHA 2014

Yintoni Impumelelo Yokwenene?

Ngaba ukuze uphumelele kufuneka ulandele amaphupha akho? Ufumane zonke izinto ozinqwenelayo? Okanye ngaba kuthetha okungakumbi kunoko?

Yintoni Impumelelo Yokwenene?

Kukho impumelelo embi ngakumbi kunokungaphumeleli.

Uyijonga Njani Impumelelo?

Zivavanye usebenzisa le mizekelo mine.

Indlela Yokufumana Impumelelo Yokwenene

Izinto ezintlanu ezinokukukhokelela kwimpumelelo yokwenene.

Okwenzeka Ehlabathini

Oko kuthethwa ngako: iingozi zokukhupha ikhazi elincinci, ubutyebi babaphangi beenqanawa nokubhabha kweentaka ezifudukayo.

Indlela Yokuxhathisa Izilingo

Ukukwazi ukuxhathisa izilingo kuluphawu lwamadoda namabhinqa okwenyani. Amacebiso amathandathu anokukunceda uqhubeke usenza okulungileyo nokumelana nestres esibangelwa kukunikezela.

Ukutyelela EBelize

Eli lizwe lincinane linendawo yokuqala ehlabathini lonke yokunyamekela iijaguar noqaqa oluphantsi kwamanzi lwesibini ngobukhulu.

Abalimi Ababhabhayo Abakumahlathi Emvula Ashinyeneyo

Amalulwane atya iziqhamo, akwabizwa ngokuba ziimpungutye ezibhabhayo, aluncedo ekusindiseni amahlathi.

Imifanekiso

Ngaba amaKristu okuqala ayenqula imifanekiso?

Umlenze Wehashe

Kutheni nje iinjineli zingekakwazi ukwenza into esebenza njengemilenze yehashe?