Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! JULAYI 2014

Indlela Onokunyamezela Ngayo Xa Kusehla Iintlekele

Xa ujongene nobona bunzima, uza kuthini?

Okwenzeka Ehlabathini

Oko kuthethwa ngako: ilizwe apho iindla-manzi ezibhinqileyo zininzi ngaphezu kwezingamadoda, kufunyenwe izinto eziphilayo kwindawo ebingalindelekanga, nelizwe elihlawula abantu balo ukuze behle emzimbeni.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Xa Kusehla Iintlekele

IBhayibhile ingakunceda unyamezele.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukulahlekelwa Nalikhaya Eli

UKei waphulukana nayo yonke into kwi tsunami eyayiseJapan ngo-2011. Wancedwa ngabahlobo nangabahlanguli, kodwa wona amazwi eBhayibhile amnceda nangakumbi.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukulahlekelwa Yimpilo

UMabel oyingcali yamathambo. Emva kotyando lwengqondo kwafuneka anyamezele kanye njengaba bantu wayebanyanga ngaphambili.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukulahlekelwa Ngumntu Wakho Omthandayo

Kwafa abahlanu kumalungu entsapho kaRonaldo kwingozi yemoto kwiminyaka eyi-16 eyadlulayo. Nangona esenenxeba lokufekwa ,unoxolo lwagaphakathi.

UKUNCEDA INTSAPHO

Ukuba Nesimilo Xa Usebenzisa Ifowuni

Ngaba kukrwada ukupazamisa incoko kuba nje ufuna ukujonga isms? Okanye kukrwada ukungayihoyi isms kuba uncokola?

AMAZWE NABANTU

Ukutyelela EIreland

Funda ngabantu abanobubele base-Emerald Isle.

UDLIWANO-NDLEBE

Igcisa Lefiziksi Lichaza Ukholo Lwalo

Iinkalo ezimbini zendalo zamenza uWenlong He waqonda ukuba kukho uMdali.

IMBONO YEBHAYIBHILE

Unqulo

IBhayibhile isichazela isizathu sokuba kukho iicawa ezinzi.

NGABA YADALWA?

Indlela Isele Elizala Ngayo

Kutheni usosayensi enokuthi, yinto engenakwenzeka ukuba likwazi ukutshintsha kwindlela elizala ngayo ukuba sithi alidalwanga?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ndingazicacisa Njani Iinkolelo Zam Ngokulalana?

Ukuba ubunokubuzwa: ‘Awukalali namntu?’ okanye ‘Ucinga ntoni ngokulalana?’ Ngaba unokuzicacisa iinkolelo zakho zokulalana ngeBhayibhile?

Ndenze Ntoni Xa Ndihletywa?

Yintoni onokuyenza xa uhletywa ukuze igama lakho lingangcoliswa?

Ndinokuyeka Njani Ukuzibekela Amangomso Izinto?

Funda ngamacebiso endlela yokuyeka ukuzibekel’ amangomso izinto!

Ulutsha Luthetha Ngemali

Fumana amacebiso endlela yokugcina imali, ngendlela yokuyisebenzisa nokuba imali ibe kwindawo yayo.

Usana OlunguMoses Luyafunyanwa

Ngoobani aba bakulo mfanekiso? Funda ibali elikwiEksodus isahluko 2 uze ufumane impendulo.