I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! MATSHI 2014

Inyaniso Engaziwayo Ngendalo

Kukho umahluko omkhulu koko kuthethwa yiBhayibhile ngendalo kunye noko kuthethwa ngabantu.

Okwenzeka Ehlabathini

Oko kuthethwa ngako: inyikima enxulumene nokwembiwa kwemithombo yamanzi, ilizwe elichithe imali eninzi kukhenketho, nokupheliswa kweebhegi zeplastiki.

Ingcombolo Engaziwayo Ngendalo

Ngaba oko kuthethwa yiBhayibhile ngendalo kuyangqinelana noko kufunyaniswe ngoososayensi?

Imali

Ngaba imali yingcambu yazo zonke iintlobo zobubi?

Ukutyelela E-El Salvador

Funda ngabantu abanobubele “beLizwe Leentaba-mlilo.”

Ukumangalisa Kweenyembezi Zakho

Izizathu zethu zokulila zahlukile kwezo zezilwanyana. Njani?

Xa Udanile Emtshatweni

Ngaba ukuhlala neqabane lakho kukwenza uzive ngathi usentolongweni? Izinto ezintlanu ezinokunceda umtshato wakho.

Isikhumba Senyoka

Yintoni eyenza isikhumba senyoka somelele ngokwaneleyo ukuze ikwazi ukunyuka emthini orhabaxa okanye irhubuluze kwisanti enamatye?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba Uyonwaba Okanye Akungeni Kwincoko Yabo?

Kunzima ukuzenzela iitshomi. Ngaba umele ube ngumntu owaziwayo? Unokonwaba njani xa ukunye nabo baze babe ziitshomi zabo?

Ndinokuyeka Njani Ukuzibekela Amangomso Izinto?

Funda ngamacebiso endlela yokuyeka ukuzibekel’ amangomso izinto!

Ngaba Lo Mntu Undifanele?

Ungazivelela njani zonke iinkalo uze ubone ukuba lo mntu unjani kanye-kanye?

Oko Kuthethwa Ngoontanga Bakho Ngezimbo Ezibonisa Ukuba Umntu Ufuna Ukulala Nawe

Funda ngoko bakuthethayo abantu abahlanu abasebatsha ngezi zimbo, nento omele uyenze ukuba ulixhoba lazo.