I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! DISEMBA 2013

Ngaba Unokuwathemba Amajelo Eendaba?

Abantu abaninzi bayakuthandabuza oko bakuva nabakufunda ezindabeni. Funda ngendlela yokulumka nokuba nengqiqo.

Okwenzeka Ehlabathini

Ezinye izinto ekuthethwa ngazo: Abantu abacela umsebenzi abafunde kakhulu nabaza kufuna ukubhatalwa kakhulu, izigulo ezibangelwa kukuphefumla umsi, abantu abahamba ngeenyawo abaphazanyiswayo nezinye.

Ngaba Unokuwathemba Amajelo Eendaba?

Funda indlela onokwazi ngayo ukuba oko ukufunda nokuva ezindabeni kuyinyaniso.

Ukutyelela EBrazil

IBrazil igubungela phantse isiqingatha soMzantsi Merika. Funda ngemvelaphi yaseBrazil kunye nabantu bayo abohlukahlukeneyo.

UYesu

Ngaba uYesu UnguThixo? Wazalwa nini uYesu? Ngaba wavuka emva kokuba efile?

Indlela Yokuphulaphula Kakuhle

Ukuphulaphula kakuhle ayibobuchule nje, kodwa yindlela yokubonisa uthando. Funda ngendlela onokuphucula indlela ophulaphula ngayo.

Igqiyazana Elimibalabala—Oko Kwenzeka Kweli Bhabhathane

Abantu baseBritani bayalithanda eli bhabhathane linemibala eyahlukeneyo. Abaphandi baye bafumanisa isizathu sokuba emane enyamalala nyaka ngamnye.

Isalathiso Semibandela EkooVukani! Baka-2013

Isalathiso samanqaku aye aphuma kuVukani! ngo-2013 ngokwemibandela.

IDNA Enokugcina Inkcazelo Eninzi Kakhulu

Abanye bathi iDNA “isesona sixhobo siphambili sokugcina inkcazelo.” Funda ngesizathu soko.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ndenze Ntoni Xa Ndihletywa?

Yintoni onokuyenza xa uhletywa ukuze igama lakho lingangcoliswa?

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokuthumelelana Imiyalezo Nemifanekiso Yamanyala Ngefowuni?

Ngaba unyanzelwa ukuba uthumele iifoto zabantu abahamba ze? Iba yintoni imiphumo yokuthumelelana iifoto zabantu abahamba ze? Ngaba kukudlala nje ngothando?