I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! MEYI 2013

Zikhusele Kulwaphulo-mthetho!

Abantu abaninzi bathi ulwaphulo-mtetho yeyona ngxaki inkulu kwezakhe zakho. Fumana amacebiso okuzikhusela.

Okwenzeka Ehlabathini

Imixholo ekhoyo: Imipu eyeyohluthwa kwizikhululo zeenqwelo-moya, Ukuzahlula kukarhulumente neCawa eNorway, kunye nokunqongophala kokutya eIndiya.

Indlela Yokuqeqesha Umntwana Wakho Ofikisayo

Ukuqeqesha kuthetha ukufundisa. Imigaqo yeBhayibhile inganceda abantwana bakho abafikisayo ukuba bathobele.

Zikhusele Kulwaphulo-mthetho!

Ungazikhusela njani wena kunye nabo ubathandayo?

Inkosikazi YomYuda Ichaza Isizathu Sokushiya Kwayo Unqulo LwamaYuda

Bubuphi ubungqina obanceda uRacquel Hall wabona ukuba uYesu ngulaa Mesiya wayekade efunisa ngaye?

UKoreshi Omkhulu

Yayingubani uKoreshi, kwaye ziziphi iziganeko ezimangalisayo ezachazwa kuseyiminyaka engama-150 ngaphambi kokuba azalwe kwaukuzalwa?

UThixo Ungumntu Onjani?

Ngaba uThixo unomzimba womntu okanye ungamandla angumoya? Abantu banguwo njani umfanekiso kaThixo?

Umzimba Wentlanzi Emile Ngathi Yinkwenkwezi

Funda ngesi silwanyana simangalisayo esihlala elunxwemeni.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Kuthekani Ukuba Ndiyagula?—Inxalenye 1

Abaselula abane bachaza izinto ezibancedayo ukuze bahlangabezane nezigulo zabo baze bahlale benethemba.

ULote Nentsapho Yakhe—Ibali Elinemifanekiso

Zikhuphelele eli bali uze ubone oko unokukufunda kuLote nentsapho yakhe.