I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! MATSHI 2013

Indlela Yokuba NguTata Olungileyo

Ootata abaninzi bafumnise ukuba bangenelwa ngakumbi xa besebebenzisa amacebiso asuka eBhayibhileni.

Okwenzeka Ehlabathini

Izinto ekuthethwa ngazo: ukuphelisa indlala, uxinezeleko emsebenzini, kunye nendlela umoya waseTshayina omdaka ngayo.

Indlela Yokuba Ngutata Olungileyo

Funda imigaqo yeBhayibhile emihlanu enokukunceda ube ngutata onothando nobancedayo abantwana bakhe.

Ixhama—Isilwanyana Esikhulu Sasehlathini

Uya kumangaliswa ziimpawu ezikhethekilleyo zesi silwanyana sikhulu nesinamandla.

IPhonografi

Ukuba unomnqweno wokukholisa uThixo, khawuzivele ukuba uvakalelwa njani ngephonografi.

Indlela Yokumisela Umntwana Wakho Ofikisayo Imithetho

Yintoni onokuyenza xa umntwana wakho esoloko engayithandi imithetho oyibekayo?

URobert Boyle

Wayesisifundiswa ngemichiza, inzululwazi yaye enokholo olomeleyo kuThixo nakwiBhayibhile.

Amehlo Anorhatyazo Esigcawu Esitsiba-tsibayo

Sikwazi njani esi sigcawu ukubala umgama ochanileyo esifanele siwutsibe? Kutheni abaphandi befuna ukukopa ubuchule baso?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ndinokuyeka Njani Ukuzibekela Amangomso Izinto?

Funda ngamacebiso endlela yokuyeka ukuzibekel’ amangomso izinto!

ULote Nentsapho Yakhe—Ibali Elinemifanekiso

Zikhuphelele eli bali uze ubone oko unokukufunda kuLote nentsapho yakhe.