Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! FEBRUWARI 2013

Ukufudukela Kwelinye Ilizwe—Amaphupha Nokuphoxeka

Ziziphi iingxaki abaye bajamelana nabo abo bafudukela kwamanye amazwe?

Okwenzeka Ehlabathini

Hlala usazi ngeziganeko zakutshanje kunye nezinto ezibangela umdla ezenzeka ehlabathini.

UKUNCEDA INTSAPHO

Indlela Yokuyeka Ukuxambulisana

Ngaba wena neqabane lakho nisoloko nixambulisana? Funda ngendlela imigaqo yeBhayibhile enokuwunceda ngayo umtshato wenu.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukukhangela Amadlelo Aluhlaza

Ngaba ukufudukela kwelinye ilizwe kusisiqinisekiso sokuba intsapho yakho iza kuphila ubomi obubhetele?

UDLIWANO-NDLEBE

Umenzi Weerobhothi Uchaza Isizathu Sokuba Ekholelwa KuThixo

Unjingalwazi uMassimo Tistarelli uchaza isizathu sokuba ayeke ukukholelwa ukuba izinto zazivelela.

PORTRAITS FROM THE PAST

UPlato

Funda ngento eyabangela ukuba iimfundiso zikaPlato zixubane nezobuKristu.

IMBONO YEBHAYIBHILE

Amahlwempu

Funda ngendlela uThixo awakhathalele ngayo amahlwempu.

NGABA YADALWA?

Umsila Kantulo

Likwazi njani eli cikilishe ukusuka kwindawo ethe tyaba lize litsibele kudonga olume nkqo?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokubhalelana Ngefowuni?

Iisms zinokubonakalisa ubuhlobo onabo nabantu kunye nendlela abanye abakujonga ngayo.

Ibali LikaYakobi NoEsawu

Funda ngendlela uYakobi noEsawu, umntu nomntakwabo, abafunda ngayo ukuvana.