I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! OKTOBHA 2012

Indlela Onokuphumelela Ngayo Esikolweni

Indlela Onokuphumelela Ngayo Esikolweni

Yiyiphi indlela osijonga ngayo isikolo kwezi?

  • Siyakruqula okanye siyakhuthaza?

  • Siyatyhafisa okanye siyahlaziya?

  • Sikushiya udidekile okanye sikwenza uvuye?

Yintoni onokuyenza ukuba akusithandi kangako isikolo? Ukuba uyasithanda, unokuphucula njani ukuze wenze bhetele ngakumbi? Siza kusebenzisa iBhayibhile ukuze isincede sifumane izinto ezintlanu esinokuzenza ukuze siphumelele.