I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! SEPTEMBA 2012

Imini Yentshabalalo—Yiyiphi Inyaniso, Bubuphi Ubuvuvu?

Izinto ezithethwayo ngemini yentshabalalo azikho ntsha. Yiyiphi inyaniso, ithini iBhayibhile?

Abantu Bathe Tii Yimini Yentshabalalo

Zininzi izinto ezithethwayo ngesiphelo sehlabathi. Ngaba ziyinyaniso okanye zibubuvuvu?

Bafile Kukoyika Imini Yentshabalalo

Funda ngezinto ezintandathu abantu abacinga ukuba zinokuyiphelisa inkcubeko.

Imini Yentshabalalo Isenokungabi Yile Nto Uyicingayo

IBhayibhile ithi izinto ziza kutshintsha. Yintoni eza kwenzeka?

Yintoni Endimele Ndiyilindele Emtshatweni?—Inxalenye 1

Ziziphi iingenelo kunye neengxaki onokuzilindela emtshatweni?

IBhayibhile—Incwadi Yesiprofeto Esichanileyo—Inxalenye 5

Kubomi bakhe bonke uYesu wayeshumayela ‘iindaba ezilungileyo zobukumkani.’ Ngaba wayeza kufa nezi ndaba?

Okwenzeka Kwimizi Yogcino Zilwanyana Namhlanje

Funda into eyenzekayo kwimizi yogcino zilwanyana yale mihla nokuba izikhusela njani izilwanyana eziphelayo.

Ukunyakazela Ngocwangco Kweentlanzi

Yintoni esinokuyifundiswa ziintlanzi ngendlela yokunciphisa ukutshayisana kweemoto?

Ngaba Umele Uhlanganisane Nabanye Ukuze Unqule UThixo?

Kutheni abantu abaninzi beshiya iicawa? Ufuna ukunqulwa njani uThixo?

Iingcungela Zamaxesha Aphakathi Kwezonyango

Funda ngendlela izinto ezeza namadoda afana noAvicenna ezanceda ngayo ekwenzeni amayeza alo mhla wethu.

Iindlela Zonyango Ezingatofeli Igazi

Funda into eyathethwa ziingcali zonyango eziphuma kumazwe angaphezu kwama-40 ngeendlela zonyango ezingasebenzisi gazi.

Okwenzeka Ehlabathini

Ezinye zezinto ekuthethwa ngazo: utyelela iAsia ngezonyango, ukwenza izinto ezininzi ngaxesha-nye, umsi wecuba, ukufa okubangelwa ziinyikima, Nenani elintingayo labantu abazibulalayo eRashiya.

Izinto Ezahlukeneyo Ezenziwa Ngelamuni

Iyatyiwa, iyaselwa okanye sifumana neoli kuyo. Zininzi izinto ezenziwa ngelamuni. Funda ezinye izinto eluncedo kuzo.

Khanikhe Nizikhumbuze Njengentsapho

Kule nyanga funda ngomntu owayeneqhenqa nonombulelo, uMoses, namaNgqina kaYehova eMadagascar.