Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UVUKANI! 2007-11

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ngaba Umele Uthembe Yonke Into?

Funda ubungqina bokuba ufanele uyithembe iBhayibhile.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Incwadi Ekhethekileyo

Funda izinto ezibalulekileyo ngeBhayibhile nento eyenza ikhetheke ngokwenene.

INQAKU ELINGUMXHOLO

1. Ichanile Ngokwembali

Ngaba iBhayibhile ichanile ngokwembali nakwizinto ezingenamsebenzi?

INQAKU ELINGUMXHOLO

2. Ababhali Bayo Banyanisekile

IBhayibhile inikela ubungqina obuninzi bokuba yabhalwa ngamadoda anyanisekileyo.

INQAKU ELINGUMXHOLO

3. Iyavumelana

Abantu abayi 40 bebenokuyibhala njani incwadi evumelana ngolu hlobo nenomxholo omnye?

INQAKU ELINGUMXHOLO

4. Ichanile Ngokwenzululwazi

IBhayibhile asiyoncwadi yesayensi, kodwa ngaba ichanile ngokwenzululwazi?

INQAKU ELINGUMXHOLO

5. Iziprofeto Ezisele Zizalisekile

IBhayibhile izele ziziprofeto. Ngaba zikho esele zizalisekile?