Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

”Akusilelanga Nalinye ILizwi”

Uhambo lwamaSirayeli lwasentlango lwalusele luphelile; iLizwe Lesithembiso ekudala lilindiwe likufuphi. Ngaba amaSirayeli ayephantsi kolawulo lukaYoshuwa amthobela uYehova aza akubona ukuzaliseka kwezithembiso zakhe? Khawubone indlela le ngxelo enokulomeleza ngayo ukholo lwakho ekuzalisekeni kweLizwi likaThixo kwimihla yethu!